Xhosa 4a
Terms
undefined, object
copy deck
- wenza
- you do
- ngokomsebenzi
- as far as work goes
- sebenza
- work
- sebenzela
- work for
- inkampani
- company
- umphathi-basebenzi
- personnel manager
- umsebenzi
- worker
- abasebenzi
- staff, workers
- uchan' ucwethe
- you're spot on
- thanda
- like, love
- isaci sesiXhosa
- Xhosa idiom
- sithi
- saying
- yintoni?
- it is what?
- ingcaphephe-yezityalo
- horticulturist
- umdla
- interest
- nomdla
- interesting
- leyo
- that
- kananjalo
- also
- laa ndawo
- that place
- yindawo entle yokusebenza
- it's a lovely place to work
- ugqirha
- doctor
- isibhedele
- hospital
- sabantwana
- of children
- khona
- there
- kusasa
- in the morning
- kuphela
- only
- emva kwemini
- in the afternoon
- kwikliniki ye
- at a clinic of
- kwesiphi isikolo
- at which school?
- akafundisi
- she doesn't teach?
- abantu abadala
- adults
- abafuna
- who want
- baninzi
- they are many
- ngakumbi
- especially
- oosomashishini
- business people
- abanikazi-khaya
- housewives
- abongikazi
- nurses
- njalo, njalo
- etc etc
- ithini?
- what is it?
- loo ntetho
- that saying
- kanene
- indeed
- lunjalo kaloku
- it's like that
- ulwimi
- language
- akusoloko kulula ukutolika wakufika kwizaci
- it isn't always easy to translate when it comes to idioms.